Phuma kulondawo, ozifaka kuyo
Buya kulondawo ozifaka kuyo
Phuma kulondawo, ozifaka kuyo
Buya kulondawo ozifaka kuyo
Vuma baby vuma (buya baby, buya)
Kulondawo ozifake kuyo (hamba baby, buya)
Ndikhona baby buya (ndilapha baby, vuma)
Bamb'...⇣ More

Bamb' isandla yekel' uk'thandabuza
Ndikunika lonke (ndikunika lo, ndikunika lo, ndikunika lonke)
My Dali (my Dali)

Azikh' eziny' izandla (azikh' eziny' izandla)
Zobanjwa yizo zona lezi (zobanjwa yizo zona lezi)
Ayikh' eny' inhliziyo (ayikh' eny' inhliziyo)
Uzothandwa yiyo, yona lena (uzothandwa yiyo, yona lena)
Awu vuma baby vuma (buya baby, buya)
Kulondawo ozifake kuyo (hamba baby, phuma)
Ndikhona baby, buya (ndilapha baby, vuma)
Bamb' isandla sami, yekel' uk'thandabuza
Ndikunika lonke (ndikunika lo, ndikunika lo, ndikunika lonke)
My Dali (my Dali)
Awu ndikunika lonke (ndikunika lo, ndikunika lo, ndikunika lonke)
My Dali (my Dali)
Awu lonke (ndikunika lo, ndikunika lo, ndikunika lonke)
My Dali (my Dali)
Mina ndikunika lonke (ndikunika lo, ndikunika lo, ndikunika lonke)
My Dali (my Dali)
Awu lonke (ndikunika lo, ndikunika lo, ndikunika lonke)
My Dali (my Dali)
Oh ndikunika lonke (ndikunika lo, ndikunika lo, ndikunika lonke)
My Dali (my Dali)
Mina ndikunika lonke (ndikunika lo, ndikunika lo, ndikunika lonke)
My Dali (my Dali)
Ndinika lo, ndikunika lo, ndikunika lonke
⇡ Less
Administrator
Days Ago
Sorry! The Comment Section Was Recently Disabled So You Wont Be Able To Comment on Musa's My Dali Track | Song